Music Video

Mandisi Dyantyis - Molo Sisi (Official Audio)
Watch {trackName} music video by {artistName}

Featured In

Credits

PERFORMING ARTISTS
Mandisi Dyantyis
Mandisi Dyantyis
Performer
COMPOSITION & LYRICS
Mandisi Dyantyis
Mandisi Dyantyis
Songwriter

Lyrics

Molo sisi kunjani, o philile na? Bendicel' umzuzu wokuthetha nawe m'na Molo sisi kunjani, o philile na? Bendicel' umzuzu wokuthetha nawe m'na Molo sisi kunjani, o philile na? Bendicel' umzuzu wokuthetha nawe m'na Ndithi molo sisi kunjani, o philile na? Bendicel' umzuzu wokuthetha nawe Uyabona ndikubon' izolo udlula Nd'yaphelelwa ngamandla m'na Kuba bendibona umama wabantwa bam' Uyabona ndikubon' izolo udlula Nd'yaphelelwa ngamandla m'na Kuba bendibona umama wabantwa bam' Ndithi molo sisi kunjani, o philile na? Bendicel' umzuzu wokuthetha nawe m'na Molo sisi kunjani, o philile na? Bendicel' umzuzu wokuthetha nawe m'na Uyabona ndikubon' izolo udlula Nd'yaphelelwa ngamandla m'na Kuba bendibona mama wabantwa bam' Ndikubon' izolo udlula Nd'yaphelelwa ngamandla m'na Kuba bendibona umama wabantwa bam' Ndikubon' izolo udlula Nd'yaphelelwa ngamandla m'na Kuba bendibona umama wabantwa bam'
Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out