Top Songs By Bravo G
Similar Songs
Credits
COMPOSITION & LYRICS
ANJORIN ADEWALE WASIU
Songwriter
Lyrics
Mmhm
Andikwaz'ukulala ndicingana nawe
Uzobuya nini?
I need to hear your voice eb'suku nemini
Baby waam'! Ndithanda wena wedwa 'theni ungafun'uk'thanda mina ndedwa
I need to feel you close to me cause I can't breathe without you
Sthandwa sam' bambo lwam' why ungenza so
'Theni undenza so Ndifun'ukuhlala ndingowakho
Ooh sthandwa sam bambo lami why undenza so
Then'undenza so oh ndifun'ukuhlala ndingowakhoooo
Buyela kum' sthandwaa
Ntliziyo yam'ifuna wenaa
Ooh noma awundithandi ndizokuthanda
Kuze kuyovalwa wena lovey waam'
Time and time again nditshona
Ndikhubeka andimfun' omunye ngaphandle kwakho
Kodwa ngyahluleka wen'uyabaleka
You dont love me like I love you baby baby
Mna ndifuna wena
Wen'ufunomunye...
Buyela kum' sthandwaa
Ntliziyo yam'ifuna wenaa
Ooh noma awundithandi ndizokuthanda
Kuze kuyovalwa wena lovey waam'
Wen' uyangphambanisa hlal'ungphazamisa
Udlala ngenhliziyo yam'
Tell me what I gotta do
'Phila ngaphandle kwakho and'cingi tu
Wen' uyangphambanisa hlal'ungphazamisa
Udlala ngenhliziyo yam'
Tell me what I gotta do
'Phila ngaphandle kwakho and'cingi
Lyrics powered by www.musixmatch.com