Lyrics

Apho ukhona Londaw' okuyo Ndiyathemba Uyinkwenkwezi Ndibona wena Ezinkwenkwezini Ndiyathemba Uyinkwenkwezi Uyinkwenkwezi (Uyinkwenkwezi) Khany' ebumnyameni (Khany' ebumnyameni) Ubumnyama bungaka (Khany' ebumnyameni) Ngathi uwedwa (jwi) Uyinkwenkwezi (Uyinkwenkwezi) Khany' ebumnyameni (Khany' ebumnyameni) Ubumnyama bungaka (Khany' ebumnyameni) Bungakuginyi (jwi) Sibane sam Noma lisibekele nkwenkwezi Ndiyabuva u Bugqi bobukho Bumnyama bungaka nkwenkwezi Ndibona wena Ndibona wena Bumnyama bungaka nkwenkwezi Uyinkwenkwezi (Uyinkwenkwezi) Khany' ebumnyameni (Khany' ebumnyameni) Ubumnyama bungaka (Khany' ebumnyameni) Ngathi uwedwa (jwi)
Writer(s): Sinethemba Dana Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out