Lyrics

Ngeliny' ilanga Nami ndzoybon' indlela Ngeliny' ilanga Nam ndizophumelela, yeah. Ngeliny' ilanga Nami ndzoybon' indlela Ngeliny' ilanga Nam ndizophumelela, ohh. (Oh)Kunzim' emhlabeni kodwa qina Hayi ungalihl' ithemba Nyamezela zizinto zakhona Nyamezela konke kolunga Kodwa qina, hayi ungalihl' ithemba Ngeliny' ilanga Nami ndzoybon' indlela Ngeliny' ilanga Nam ndizophumelela, yeah. Ngeliny' ilanga Nami ndzoybon' indlela Ngeliny' ilanga Nam ndizophumelela, ohh. Kudala ndihamba, ndisihla ndinyuka Ndicand' amathafa Kunzima... Kudala ndihamba, ndisiwa ndivuka Andibonanga, indlela Ndikhanyisele indlela Ndifun' ukuphumelela Ndiboniseni indlelaaaaa Ngeliny' ilanga Nami ndzoybon' indlela Ngeliny' ilanga Nam ndizophumelela, yeah. Ngeliny' ilanga Nami ndzoybon' indlela Ngeliny' ilanga Nam ndizophumelela, ohh. Ndikhanyisele indlela Ndifun' ukuphumelela Ndiboniseni indlelaaaaa
Writer(s): Mojalefa Thebe, Manamathela Afeletsi, Msekeli Velaphi Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out