Lyrics

Intonga yakho ingum simelelo wam Intonga yakho iyandi thuthuzela Intonga yakho ingum simelelo wam Intonga yakho iyandi thuthuzela Noma ngihamba esigodini sethunzi lokufa Intonga yakho iyandi thuthuzela uYehova ngumelusi wam andikwesaba lutho ngoba Intonga yakho iyandi thuthuzela Inene ndaku landelwa kokuhle bonke ubomi bam Intonga yakho iyandi thuthuzela Indebe yam iyaphalala ndenwa hi lentonga yakho Hintonga yakho Hintonga yakho iyandi thuthuzela oYehova ebumnyameni Uhlala uhleli nam noma kunjani Noma sendi hamba ethunzini lokufa Intonga yakho ingum simelelo wam Intonga yakho iyandi thuthuzela Intonga yakho ingum simelelo wam Intonga yakho iyandi thuthuzela Intonga yakho ingum simelelo wam Intonga yakho iyandi thuthuzela Intonga yakho ingum simelelo wam Intonga yakho iyandi thuthuzela Intonga yakho ingum simelelo wam Intonga yakho iyandi thuthuzela Intonga yakho ingum simelelo wam Intonga yakho iyandi thuthuzela Ohh iyandi thuthuzela
Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out