Music Video

Iimfama Ziyabona
Watch {trackName} music video by {artistName}

Featured In

Credits

PERFORMING ARTISTS
Msaki
Msaki
Performer
COMPOSITION & LYRICS
Asanda Mvana
Asanda Mvana
Songwriter

Lyrics

apho siyakhona iimfama ziyabona ngcambezela nawe sodibana khona ndakubona uphila ngasemnqamlezweni i hear what they say qha mnandiz'thandela wena sul'inyembezi ugqubud'ixesha apho siya khona akukhothwa manxeba ndakubona uphila ngasemnqamlezweni between intando yakho nothando lwakhe oohhh... ooh oh!×2 oohh weee oohh said i love my friend lets go to the boarders all is nearer now we'll run, tread the waters im the one who knows how beautiful you are i hear what they say but i loved you from the start...! ooohhh mna ndizthandela wena ooohhh mna ndizthandela wena ooohhh mna ndizthandela wena oohhh ooohhh mna ndizthandela wena (iimfama ziyabona... iimfama ziyabona) ooohhh mna ndizthandela wena (mfama ziyabona... iimfama ziyabona) ooohhh mna ndizthandela wena (iimfama ziyabona... iimfama ziyabona) ooohhh... (mfama ziyabona ×2) apho siyakhona iimfama ziyabona ngcambezela nawe sodibana khona ndakubona uphila ngaphakathi emfazweni its between intando yakho nothando lwakhe said i love my love lets go to the boarders all is nearer now we'll run, tread the waters im the one who knows how beautiful you are i hear what they say but i loved you from the start... ooohhh mna ndizthandela wena ooohhh mna ndizthandela wena ooohhh mna ndizthandela wena ooohhhh... ooohhh mna ndizthandela wena (iimfama ziyabona... iimfama ziyabona) ooohhh mna ndizthandela wena (mfama ziyabona... iimfama ziyabona) ooohhh mna ndizthandela wena (iimfama ziyabona... iimfama ziyabona) ooohhh... (mfama ziyabona ×2) (End)
Writer(s): Asanda Msaki Mvana Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out