Lyrics

He nomathemba He nomathemba Hinxubakaxaka yantoni na lena He nomathemba Hintoni my love Hintoni my love Hinxubakaxaka yantoni na lenandikhumbula ndiqal' ukuk'bona mna ndacazeka mna Ndavele ndaphathwa zintloni ndaphathwa higwababa Hay' ndinceden, buhl' obungaka and' kwazi nokuzibambha Kwazi nokuncama ncono ndihlale ndizama Ndifun' ube ngo wam Oh why oh why oh why oh why ndenzenjani na He nomathemba He nomathemba Hinxubakaxaka yantoni na lena He nomathemba Hintoni my love Hintoni my love Hinxubakaxaka yantoni na lena Oh why oh why oh why oh why ndenzenjani na Ndizibuza imibuzo (Imibuzo) Xandifika kuye ndizothini na mna Mhla umbhi ndimbuz' ixesha Ndimbuz' impilo ndimbuz' ukub' unjani Mara why undenza so Oh nomathemba Oh why oh why oh why oh why ndenzenjani na He nomathemba He nomathemba Hinxubakaxaka yantoni na lena He nomathemba Hintoni my love Hintoni my love Hinxubakaxaka yantoni na lena He nomathemba Oh why oh why oh why oh why ndenzenjani na He nomathemba He nomathemba Hinxubakaxaka yantoni na lena He nomathemba Hintoni my love Hintoni my love
Writer(s): Vusumzi Nongxa Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out