Music Video

Vusi Nova - Yan'Imvula (Official Audio)
Watch {trackName} music video by {artistName}

Featured In

Credits

PERFORMING ARTISTS
Vusi Nova
Vusi Nova
Lead Vocals
COMPOSITION & LYRICS
Bongani Mahlaole
Bongani Mahlaole
Songwriter
Vususmzi Nongxa
Vususmzi Nongxa
Songwriter
PRODUCTION & ENGINEERING
Bongani Mahlaole
Bongani Mahlaole
Producer

Lyrics

Imini imnandi kangaka Waze wayimfumana indodakazi uMaNdlovu Luvuyo nemincili Abantu belali bayabhiyoza Bayabhiyoza Usana oluhle kangaka Jonga amehlo walo Ayakhazimla ayakhazimla ayakhazimla Imigqwele emihle hhe ensikelelo Imingqwele emihle hhe ensikelelo hhe na (Iyana) xakuzelw' intombi (iyana) ntom' emhloshazana (yanimvula) Oh yana oh yala oh yana khangi phind' ithithule yey (Iyana) xakuzelw' intombi (iyana) ntom' emhloshazana (yanimvula) Oh yana oh yala oh yana khangi phind' ithithule yey (Iyana) xakuzelw' intombi (iyana) ntom' emhloshazana (yanimvula) Oh yana oh yala oh yana U MaKhumalo uyahamba, ushiya zonk' izinto emva Ushiya lelo khaya lona elo khaya usebenzela lona Hamba MaKhumalo sujong' emva uThixo uzohl' enawe Ahlale nawe nakuyindlel' enameva Hamba MaKhumalo bakulindile phambili Wen' upheth' ingoma, hamba MaKhumalo Bakulindilile phambili wen' upheth' ingoma yana Iyana, iyana, iyana, hhey ey Izulu lana (iyana) xakuzelw' intomi, (iyana) ntomb' emhloshazana (yan' imvula) Oh yana oh yala oh yana khang' iphind' ithule (Iyana) xakuzelw' intombi (iyana) ntom' emhloshazana (iyana) Oh yana oh yala oh yana khangi phind' ithithule yey (Iyana) xakuzelw' intombi (iyana) ntom' emhloshazana (iyan' imvula) Oh yana oh yala oh yana (Iyana) yeah yeah yeah yey (iyana) wow wow wow wow (yan' imvula) Yan' imvula oh yana (iyana) yeah yeah yeah yey (iyana) wow wow wow wow (yan' imvula) Oh yana oh yana ey (iyana, iyana iyana, yan' imvula) Engan omile yeah eh hey (iyana, iyana, iyana, yan' imvula) Wowu iZulu lana (iyana) xakuzelw' intombi (iyana) ntomb' emhloshazan (Yan' imvula) oh yana oh yana khang' iphind' ithule
Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out