Lyrics

Kutheni ndinjena? Kutheni ndiziva oluhlobo? Uthando olunjena, without you andikwazi ukuphila Usi-sthandwa sam, ungumuntu wam Cel' uhlale nam naphakade, ngoba andiyonto mna ngaphandle kwakho ooh Ndicela undithande ngoku, nangomso naphakade Uzungandishiyi, ngoba andiyonto mna ngaphandle kwakho ooh Ndicela undithande ngoku, nangomso naphakade Uzungandishiyi, ngoba andiyonto mna ngaphandle kwakho Uzungashiyi xandikudinga, ngoba imizamo yam yonke Ndiyenzela wena, noma uqhude lufika uzungandiyeki Wena uzuqine uyiqonde ukuba ndingowakho ooh Mmm mmm mmm Ndicela undithande ngoku Nangomso naphakade uzungandishiyi Ngoba andiyonto mna ngaphandle kwakho ooh Ndicela undithande ngoku Nangomso naphakade uzungungandishiyi Ngoba andiyonto mna ngaphandle kwakho ooh Ndicela undithande ngoku Nangomso naphakade uzungungandishiyi Ngoba andiyonto mna ngaphandle kwakho ooh Ndicela undithande ngoku Nangomso naphakade uzungungandishiyi Ngoba andiyonto mna ngaphandle kwakho ooh
Writer(s): Vusumzi Nongxa, Bongani Mahlaole, Ngcali Nundu, Lihle Baleni, Sihle Mdaka Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out