Listen to Udumo (feat. Banele Mahlangu) by Dr Tumi

Udumo (feat. Banele Mahlangu)

Dr Tumi

Christian & Gospel

Credits

PERFORMING ARTISTS
Dr Tumi
Dr Tumi
Performer
COMPOSITION & LYRICS
Tumisang Makweya
Tumisang Makweya
Composer

Lyrics

Udumo malube kuwe Somandla sonini nanini Mboniselo yam Thixo wam Endikholose ngaye Udumo malube kuwe Somandla sonini nanini Mboniselo yam Thixo wam Endikholose ngaye Wena usisiphephelo sam Wena uyinqaba yam uLihlathi lam uLidwala lam Endikholosa ngalo Wena usisiphephelo sam Wena uyinqaba yam uLihlathi lam uLidwala lam Endikholosa ngalo (Udumo udumo udumo) Udumo malube kuwe Somandla sonini nanini Mboniselo yam Thixo wam Endikholose ngaye (Udumo udumo lonke) Udumo malube kuwe Somandla sonini nanini Mboniselo yam Thixo wam Endikholose ngaye You're a faithful God, so kind You keep us safe You protect us Lord You're our hiding place Dearest to our hearts We're hidden in you oh God Wena usisiphephelo sam Wena uyinqaba yam uLihlathi lam uLidwala lam Endikholosa ngalo (Udumo) Udumo malube kuwe Somandla sonini nanini Mboniselo yam Thixo wam Endikholose ngaye (Udumo udumo udumo) Udumo malube kuwe Somandla sonini nanini Mboniselo yam Thixo wam Endikholose ngaye (Wena, wena, wena) Wena usisiphephelo sam Wena uyinqaba yam uLihlathi lam uLidwala lam Endikholosa ngalo Wena usisiphephelo sam Wena uyinqaba yam uLihlathi lam uLidwala lam Endikholosa ngalo (Wena, wena, wena) Wena usisiphephelo sam Wena uyinqaba yam uLihlathi lam uLidwala lam Endikholosa ngalo (Wena, wena, wena) Wena usisiphephelo sam Wena uyinqaba yam uLihlathi lam uLidwala lam Endikholosa ngalo Wena usisiphephelo sam Wena uyinqaba yam uLihlathi lam uLidwala lam Endikholosa ngalo
Writer(s): Tumisang Victor Makweya Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out