Lyrics

Ndingam'nika Unobubele Unenhlonipho (unenhlonipho) Unenhlonipho Yonk'into yam' (yonk'into yam') Lo Mfana lona unenhlonipho Ndingam'nika yonk'into yam' Ewe, uziza ukukhanya empilweni yami Wandi vula amamehlo Wathi Kongapheli, ndikuthanda ngenhliziyo yami yonke Ulubambo lwam Andilali ndicinga ngawe Ndifuna ukuba nawe mihla lena Uyandi vuyisa Lo mfana lona unenhlonipho Unobubele Ndingam'nika yonk'into yam Lo mfana lona unenhlonipho Unobubele Ndingam'nika yonk'into yam Lo mfana lona unenhlonipho Unobubele Ndingam'nika yonk'into yam Lo mfana lona unenhlonipho Unobubele Ndingam'nika yonk'into yam Ndingenile Ndiphakathi emathandweni Ngomzimba wonke Ewe ndiyayazi lento endizifaka kuyo Iyandincumisa Uyandi vuyisa Ndingokhe, ungowami Ndingokhe, ungowami Lo mfana lona unenhlonipho Unobubele Ndingam'nika yonk'into yam Lo mfana lona unenhlonipho Unobubele Ndingam'nika yonk'into yam
Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out