Lyrics

Igama nguMzukhona When I say Mzu, you say SA Mzu SA Mzu SA Yabona le Yintwana kaMahoota Yintwana kaMahoota yona le Yintwana kaMahoota. yintwana kaMahoota yona le Yintwana kaMahoota. yintwana kaMahoota yona le Yintwana kaMahoota. uHoota, mkhuluwa USbu mkhuluwa ilanga lavele latshon' emini USbu mkhuluwa wami R.I.P mkhuluwa wami. yeah Ndaxentsa kwesisingqi ngathi nd'nyathela amademoni Mhlaba jikelele ngale number nd'basa eZion Phuma nja endlini xa kungena yon' iLion LeGame iBlack and white ndim umbala ndim iCrayon Ziy' Billion ingxaki zam zona z'dingi iMillion 8 years yeSpillion nd'Pressure(na) nale Diamond Cut from a different cloth lePattern nguMaxhosa Iyanda yon' imipu xa kusifa amasosha So uSbu wathi kill em, uMshoza wathi heal them LeGame is up for sale kwaye ithengisa amasekeni Es'ngcwabeni s'khale s'lahlumhlaba futhi s'zile Umrapper on my way anga ve azibone efile Wathi "Mzu mtshana nd'yak'thanda Kudala ndihamba Mzu mtshana thandaza Mzu leNumber nd'yayincanywa Kudala ndithandaza NoLisa futhi uyay'thanda Mzu mtshana nd'zok'zama Kudala ndinqonqoza Kodwa nam andintabanga Ta Sbu grootman endala Inkosi ngoku indivulela amacango Enkosi ngondinika elikhaya Yabona le yintwana kaMahoota.(sing) yintwana kaMahoota yona le Yintwana kaMahoota.(let's go) yingoma kaSbu Yabona le, yintwana kaMahoota Yintwana kaMahoota yona le Yintwana kaMahoota. uHoota Yintwana kaMahoota yona le le le le Yintwana kaMahoota yintwana kaMahoota yona le Yintwana kaMahoota.(Yona le) USbu mkhuluwa (nd'zokubona mhla uzayo) USbu mkhuluwa wami Dedicated. andiniva. masiyiqalele Woza. one, two. one two three Yabona le, yintwana kaMahoota Ubani, ubani, ubani Yintwana kaMahoota yona le Yintwana kaMahoota. ubani, ubani, ubani Yintwana kaMahoota. yintwana kaMahoota yona le Yintwana kaMahoota. yintwana kaMahoota yona le Yintwana kaMahoota. ubani, ubani, ubani USbu mkhuluwa. ilanga lavele latshon' emini USbu mkhuluwa wami
Writer(s): Mzukona Wedu Lyrics powered by www.musixmatch.com
Get up to 2 months free of Apple Music
instagramSharePathic_arrow_out