Music Video

Pressure II (feat. Jaxe)
Watch {trackName} music video by {artistName}

Featured In

Credits

COMPOSITION & LYRICS
Mzukona Wedu
Mzukona Wedu
Songwriter

Lyrics

Elakhw' ixesha Lizofik' elakw' ixesha Elakhw' ixesha Lizofik' elakw' ixesha It's only a matter of time, matter of time Before, u-phile kamnandi, uphile kamnandi For now, cenga lo life, cenga lo life mfana Phanda ngamandla, phanda ngamandla s'bali Till izizwe zonke banzi zazi igama lakho Hustle hard til' you don't have to do no intro Stay in your lane keep running your race mfana This life is a maze umjonge ebusweni usathana Ungayinaki yon' iPressure Nalo, lizofik' elakw' ixesha Ewe bona, bazok' xhesha Bazok' pressa, bazok'stressa Kodwa yona, eyakho uy'mele Yona eyakho, uyi Stand-up(ele) And if you have to, eyakho into uyifele Uyimele, uy' Stand-up(ele) Bathi do this like that Do that like this And'funi so what I'm unique that's why You're cloning their style I'm mastering mine Breathe life in these bars Bay'cule nabantwana From kwaPayne buza abaseUTA so you get the picture Why... I want it this bad Ikas' lenkohlakalo Crime, gangs negazi Nd'khule ngePilchard Brown bread namanzi no sugar no milk It's only a matter of time, matter of time Before, u-phile kamnandi, uphile kamnandi For now, cenga lo life, cenga lo life mfana Phanda ngamandla, phanda ngamandla s'bali Bas'thanda masenza nje Zonda masenza so Hay' kabi umuntu ungamthembhi Awazi mhlawumbi uyak'zonda Namhlanj' uk'beke ecaleni K'sasa ufun' ukuk'bhoda Umngani is only a friend Ungamthandi ngentliziyo yonke They ask me how I'm doing I just don't know what to tell 'em I say kuhambh' inyawo k'phela Umzimba won' u(Buy)' iskelem The music is my dwelm Let it soothe me from this hell and Let it turn me to a ruler 'fore I reach the gates of heaven Sizophumelela Keep the fire goin' Call me Superman You cannot ignore him Bathi you're the man This the time to show it Deep inside you know it Speak it like a poet It's only a matter of time, matter of time Before, u-phile kamnandi, uphile kamnandi For now, cenga lo life, cenga lo life mfana Phanda ngamandla, phanda ngamandla s'bali Til' izizwe zonke banzi zazi igama lakho Hustle hard til' you don't have to do no intro Stay in your lane keep running your race mfana This life is a maze umjonge ebusweni usathana Ewe, Ungayinaki yon' iPressure Nalo, lizofik' elakw' ixesha Ewe bona, bazok' xhesha Bazok' pressa, bazok'stressa Wafik' unyaka oko ndililindile elilanga Ilitye ndili Pressure la-jika layi day'mane Omens ndiz'bonile ndiz'funde ngelentaka Zithi krwa-krwaa zikhala, krwa-krwa zikhala Nam ndaz'bona nd'hleli pha encochoyini yentaba Amanzi umlambho unlwandle ndal'wela I was deep inside nd'dada neeZambezi Nd'tyiwa yintelezi Nd'spana day and night ukuze wen' ungahlupheki Zand'khapha inkanyezi Ndaxhathiswa, ub'suku xa bumnyama ya Qhakraza inkwenkwezi Wama umzi kaMkhulu Wamhle umzi kaKhulu Usapho laBabalwa ngez'busiso zenkulu It's only a matter of time, matter of time Before, u-phile kamnandi, uphile kamnandi For now, cenga lo life, cenga lo life mfana Phanda ngamandla, phanda ngamandla s'bali Til' izizwe zonke banzi zazi igama lakho Hustle hard til' you don't have to do no intro Stay in your lane keep running your race mfana This life is a maze umjonge ebusweni usathana Ungayinaki yon' iPressure Nalo, lizofik' elakw' ixesha Ewe bona, bazok' xhesha Bazok' pressa, bazok'stressa
Writer(s): Mzukona Wedu Lyrics powered by www.musixmatch.com
Get up to 2 months free of Apple Music
instagramSharePathic_arrow_out