Lyrics

Ndamthanda umntu weh Nothanda umntu kubanzima Ingakumbi xa engaluboni thandolwakho Lomntana unantsika Unalanto ilantuka uvava voom Lomntana unantsika Unalanto ilantuka uvava voom Sondela my love sondela nzakunika uthando sondela my love Sondela my love sondela nzakunika uthandolwam sondela my love Ndiyakucela my love ndiyakucela ndizakunika uthando lwangempela Ndikunika uthando awuyiboni lonto Sthandwa sam awuyiboni lonto Ndikunika uthando awuyiboni lonto Sthandwa sam akuyiboni lonto Bambi sandla sam sondel eduze nam Sobe ndikuyekele Bambi sandla sam sondel eduze nam asoze ndikuyekele Sondela my love sondela ndizakunika uthandolwam sondela
Lyrics powered by www.musixmatch.com
Get up to 2 months free of Apple Music
instagramSharePathic_arrow_out