Similar Songs
Credits
PERFORMING ARTISTS
Vusi Nova
Performer
COMPOSITION & LYRICS
VUSUMZI NONGXA
Songwriter
Ntombokuqala Mambutho
Songwriter
Lyrics
Ndincede Nkosi yam
Ndiyeke obu tywala
Ngoba ndinxila uMvulo neCawa
Andinalo elokuthandaza
Hayi mna andisayazi ndicede Nkosi yam
Izinto zam zithand'ukundibhida
Yilo tywala maan yilo tywala
Andinalo elokuthandaza
Ndincede Nkosi yam
Ndiyeke obu tywala
Ngoba ndinxila uMvulo ne Cawa
Andinalo elokuthandaza
Ndincede Nkosi yam
Ndiyeke obu tywala
Ngoba ndinxila uMvulo ne Cawa
Andinalo elokuthandaza
Mna ndizohlala ndihleli nawe
Ngoba akekho omy'ofana nawe
My Lord wen'uyandthanda
Noma kunjani na
Ndincede Nkosi yam
Ndiyeke obu tywala
Ngoba ndinxila uMvulo ne Cawa
Andinalo elokuthandaza
Tywala, tywala, tywal'undibambezela
Tywala, tywala, tywal'undibambezela
Tywala, tywala, tywal'undibambezela
Tywala, tywala, tywal'undibambezela
Tywala, tywala, tywal'undibambezela
Tywala, tywala, tywal'undibambezela
Tywala, tywala, tywal'undibambezela
Tywala, tywala, tywal'undibambezela
Tywala, tywala, tywal'undibambezela
Tywala, tywala, tywal'undibambezela
Tywala, tywala, tywal'undibambezela
Tywala, tywala, tywal'undibambezela
Writer(s): Bongani Mahlaole, Mphatso Nanchinga, Ntombokuqala Mambutho, Vusumzi Nongxa
Lyrics powered by www.musixmatch.com