Lyrics

Ezinzulwini zobusuku Xa lufik' uloyiko lwam Uyandinika Amandla Wena uliliwa lam Andinoyika Nto uhleli nam Wena uliliwa lam Uliliwa lam Xa ndikhathele Xa ndoyisiwe Uliliwa lam Njengoba ndikude ndikude Ndikucinga njalo uyazi wena sithandwa sam Asinaxesha eloneleyo Ndikucinga njalo uyazi wena sithandwa sam Sowuhlala ungadinwa Uyintando yam uyazi wena sithandwa sam Xa undikhumbula Uzukhumbule Nguwe kuphel' iliwa lam () Uliliwa lam Xa ndikhathele Xa ndoyisiwe Uliliwa lam
Writer(s): Sinethemba Dana Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out