Music Video

Sondela
Watch {trackName} music video by {artistName}

Featured In

Credits

PERFORMING ARTISTS
S'nazo
S'nazo
Performer
Sinazo Mdango
Sinazo Mdango
Performer
COMPOSITION & LYRICS
Sinazo Mdango
Sinazo Mdango
Songwriter

Lyrics

Mus'ukoyika Sondela, sondela Mus'ukoyika yea Sondela, sondela There's no fear in love Mus'ukoyika There's no fear in love Mus'ukoyika Sondela (Sondela, sondela) Sondela (Hay' ay' ay' ay' sondela) Ndithi sondela, yamkela nal'uthando (Sondela, sondela) Sondela (Hay' ay' ay' ay' sondela) Ho iyo! Sondela (Sondela, sondela) Yo! Sondela (Hay' ay' ay' ay' sondela) Ndithi sondela, yamkela nal'uthando Lwentliziyo yam (Sondela, sondela) Sondela (Hay' ay' ay' ay' sondela) Iye ah eh Nam ndibethekile Ndinxwalekile But I'm still trying Nam ndibethekile Ndinxwalekile But I'm still trying Kodwa bamb'isandla sam Vul'intliziyo Yamkela Mna ndicel'ubamb'isandla sam Uvul'intliziyo Wamkele nal'uthando Sondela (Sondela, sondela) Sondela (Hay' ay' ay' ay' sondela) Sondela, yamkela nal'uthando (Sondela, sondela) Sondela (Hay' ay' ay' ay' sondela) Ho iyo iyo! Sondela (Sondela, sondela) Yo! Sondela (Hay' ay' ay' ay' sondela) Ndithi sondela, yamkela nal'uthando Lwentliziyo yam (Sondela, sondela) Sondela (Hay' ay' ay' ay' sondela You might have been hurt You might have been broken Kodwa sondel'unjalo You might have been hurt You might have been broken Kodwa sondel'unjalo Love is kind Love is patient So I'll be good to you Love is patient Love is kind So I'll be good to you Sondela, sondela (Sondela, sondela) Wooo! Sondela (Hay' ay' ay' ay' sondela) Hoo yo yo yo, hoo yo yo yo yo (Sondela, sondela) Sondela, sondela (Hay' ay' ay' ay' sondela) Sondela, sondela, sondela (Sondela, sondela) Sondela, sondela, sondela (Hay' ay' ay' ay' sondela) Sondela nal'uthando, sondela (Sondela, sondela) Yo, yo, yo, yo, ah ye (Hay' ay' ay' ay' sondela)
Writer(s): Sinazo Mdango Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out