Lyrics

UBaba wethu osemazulwini Maliphathwe ngokungcwele igama lakho Umbuso wakho mawufika I ntando yakho mayenziwe Namhla na phakade Namhla na phakade Namhla na phakade Namhla na phakade Namhla na phakade Namhla na phakade Namhla na phakade Namhla na phakade Isizwe simnyama, sicela ukukhanya Isizwe simnyama, sicela ukukhanya Isizwe simnyama, sicela ukukhanya (Sicela) Isizwe simnyama, sicela ukukhanya UBaba wethu osemazulwini Maliphathwe ngokungcwele igama lakho Umbuso wakho mawufika I ntando yakho mayenziwe Namhla na phakade Namhla na phakade Namhla na phakade Namhla na phakade Namhla na phakade Namhla na phakade Namhla na phakade Namhla na phakade
Writer(s): Ntombizodwa Mngomezulu Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out