Music Video

Live My Life
Watch {trackName} music video by {artistName}

Credits

PERFORMING ARTISTS
Winnie Khumalo
Winnie Khumalo
Performer
COMPOSITION & LYRICS
Wakes Zondeka
Wakes Zondeka
Songwriter
Bruce Sebitlo
Bruce Sebitlo
Songwriter
Oscar Mdlongwa
Oscar Mdlongwa
Songwriter
Zonke
Zonke
Songwriter
PRODUCTION & ENGINEERING
Bruce Sebitlo
Bruce Sebitlo
Producer

Lyrics

Hayi ndibonile No I saw Ndatsho mna ndavela I said I came out Ndabuya ndathi ndim lo I came back and said that I was the one Kwathula kwathi tu There was a long silence Oh hayi ndifundile Oh no I read Ndabuya mna ndangena I came back and I went in Ngoku ndithi ndim lo Now I say here I am Bayandijonga They look at me Ngoba ndithi ndikhulile ndikhulile ndikhulile Because I say I've grown up I've grown up Ndithi ndikhulile ndikhulile ndikhulile I say grown up grown up grown up Ndithi ndikhulile ndikhulile ndikhulile I say grown up grown up grown up Ngoba ndithi ndikhulile ndikhulile ndikhulile Because I say I've grown up I've grown up Oooh I just wanna live my life I wanna live my life Oh I just wanna be myself Ndiphil'ubomi bam I live my life Oh lendlela inde inameva Oh this long road with thorns Mna ndizokwenze njani How am I going to do it Oh lendlela inde kwa ibanzi Oh this road is long and wide Ndifun'ubomi bam I want my life Ngafika ngisasemncane mina I arrived at a young age Ugogo wami wathi My grandmother said Winnie mntwanam, Winnie mntwanam Winnie my child, Winnie my child Winnie mntwanami mntwanami mntwanami Winnie my baby my baby my baby Ndiyabulela ngothando lwakho Thank you for your love Ndiyabulela ngeemfundiso zakho Thank you for your teachings Ndiyabulela ngakho konk'ongenzele khona Thank you for all you have done for me O mina O mina O mina, mina O mina Oooh I just wanna live my life I wanna live my life Oh I just wanna be myself Ndiphil'ubomi bam I live my life Oh lendlela inde inameva Oh this long road with thorns Mna ndizokwenze njani How am I going to do it Oh lendlela inde kwa ibanzi Oh this road is long and wide Ndifun'ubomi bam I want my life Ngoba ndithi ndikhulile ndikhulile ndikhulile Because I say I've grown up I've grown up Ndithi ndikhulile ndikhulile ndikhulile I say grown up grown up grown up Ndithi ndikhulile ndikhulile ndikhulile I say grown up grown up grown up Ngoba ndithi ndikhulile ndikhulile ndikhulile Because I say I've grown up I've grown up Oooh I just wanna live my life I wanna live my life Oh I just wanna be myself Ndiphil'ubomi bam I live my life Oh lendlela inde inameva Oh this long road with thorns Mna ndizokwenze njani How am I going to do it Oh lendlela inde kwa ibanzi Oh this road is long and wide Ndifun'ubomi bam I want my life
Writer(s): Bruce Sebitlo, Oscar Mdlongwa, Wakes Zondeka, Zonke Dikana Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out