Lyrics

Nyange lemihla liwa laphakade Maxhob' ayakhawuleza Langa lokulunga Ulinyange limihla Nyange lemihla liwa laphakade Maxhob' ayakhawuleza Ahahah Langa lokulunga Ulinyange lemihla Nyange lemihla Ungukumkani kwilali zethu Liwa laphakade Wena Jehova ungcwele Maxhob' ayakhawuleza Langa lokulunga Langa lokulunga Sithi ngqongqoshe Kumkani maxhob' ayakhawuleza Sithi ungcwele sonini nanini ufanele ukubongwa Sithi ngqongqoshe Kumkani maxhob' ayakhawuleza Ungu Jehova igama lakho ufanelwe kukubongwa Wena ungwele Jehova (Back to chorus)
Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out