Lyrics

Kunganjani ndik'balisele ngendlela endimbona ngayo Kunganjani nduk'cacisele ngendlela endimthanda ngayo Oliphiw' uthando lomntu, wayiphiwa nemfesane Akanyanzeli zonke zikuye, khani mjongeni Bari ke mme * Sithi thina ngumama Bari ke mme * Sithi thina ngumama Ubuhle bakhe abuthetheki Uthando lwakhe lumi njalo Ubuhle bakhe abuthetheki Uthando lwakhe lumi njalo Ngandinconywa ngabany' abantu, ngemizamo yakh' umama Ngeziny' imini bendihleka, kodwa wena uhlal 'uzama Namhlanje ndingumntu, ndiyakwaz' ukuthanda abantu Namhlanje ndikhulile, ndiyakwaz nokuzenzela Bari ke mme * Sithi thina ngumama Bari ke mme * Sithi thina ngumama Ubuhle bakhe abuthetheki Uthando lwakhe lumi njalo Ubuhle bakhe abuthetheki Uthando lwakhe lumi njalo Utla otlwa kare ralele Jonga mnawe Uwezwe nadoda esisho AYO MAMA YO Ndizombong' uYehova ngomama, akekho ofana naye Ndiyambong' uYehova ngomama, ngoba akekho ofana naye Bari ke mme Sithi thina ngumama Bari ke mme Sithi thina ngumama Ubuhle bakhe abuthetheki Uthando lwakhe lumi njalo Ubuhle bakhe abuthetheki Uthando lwakhe lumi njalo Bari ke mme Sithi thina ngumama Bari ke mme Sithi thina ngumama Ubuhle bakhe abuthetheki Uthando lwakhe lumi njalo Ubuhle bakhe abuthetheki Uthando lwakhe lumi njalo MAMA ngumama, MAMA ngumama MAMA ngumama, MAMA ngumama
Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out