Lyrics

Uwo hoho hayi hayi konakele Uwo hoho hayi hayi Konakel'emzini Uwo hoho hayi hayi konakele Uwo hoho hayi hayi Konakel'emzini Ndity'amabona ndenzile Konakele Ndity'amabona ndenzile Konakel'emzini Ndity'amabona ndenzile Konakele Ndity'amabona ndenzile Konakel'emzini Ndilala ndingatyanga konakele Ndilala ndingatyanga Konakel'emzini Ndilala ndingatyanga konakele Ndilala ndingatyanga Konakel'emzini Phesheya kwamasimi Andinolala ndingatyanga Mntanam mhh Phesheya kwamasimi Andinolala ndingatyanga Mntanam mhh Phesheya phaya kulal'ingaphesheya Andinolala ndingatyanga Mntanam eeehhh Phesheya kwamasimi Andinolala ndingatyanga Mntanam mhh Uwoooo hohohoha hay hay Uwoooo hohohoha hay hay Uwoooo hohohoha hay hay Oooh mama Konakel'emzini konakele Konakel'emzinam konakele Konakel'emzini konakele Konakel'emzinam konakele Andinolala ndingatyanga Mntanam Andinolala ndingatyanga Noyongo Andinolala ndingatyanga Mntanam Andinolala ndingatyanga Mntanam Hihe hihe, hihe hihe Hihe hihe, hihe hihe Hihe hihe, hihe hihe Hihe hihe, hihe hihe Hihe hihe Konakel'emzini Konakel'emzini kubi kulomzi Konakel'emzini hii Konakel'emzini Torho ndonakalelw'emzini Torho ndonakalelw'emzini Andinolala ndingatyanga mntanam Torho konakal'emzini Andinolala ndingatyanga Yho konakal'emzinam Wooh hihe hihe konakele Andinolala ndingatyanga Noyongo Phesheya phaya kwamasimi Andinolala ndingatyanga Mntanam mmh Phesheya phaya kwamasimi Andinolala ndingatyanga Mntanam eeh Phesheya kwamasimi Andinolala ndingatyanga Noyongo mmh Ndithi phesheya phaya kulal'ingaphesheya Andinolala ndingatyanga Umhlab'uchumile Xa ndivinjw'aph'endlini Xa ndingazanyelw'aphendlini Xa ndingazanyw'aphendl'ini Umhlab'uchumile Xa ndingazanyw'aphendl'ini Hoho kulalal'ingaphesheya Hoho mama kulalal'ingaphesheya Ndiyahamba Konakel'emzinam Holo mama kumuncu kulomzi Ndiyahamba Konakel'emzinam Hoo kumuncu kulomzi Torho ndonakalelw'emzini Torho ndonakalelw'emzini Torho ndonakalelw'emzini Torho ndonakalelw'emzini Wololo mama konakele Wohoho mama konakel'emzini Wohoho mama konakele Wohoho mama konakel'emzini Bizan'umalume Azolungisa, lungisa kulomzi Bizan'udabawo Whoo konakel'emzini Bizan'udabawo Wolo mama konakel'emzini
Writer(s): Thandeka Mfinyongo Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out