Lyrics

Mmhm Andikwaz'ukulala ndicingana nawe Uzobuya nini? I need to hear your voice eb'suku nemini Baby waam'! Ndithanda wena wedwa 'theni ungafun'uk'thanda mina ndedwa I need to feel you close to me cause I can't breathe without you Sthandwa sam' bambo lwam' why ungenza so 'Theni undenza so Ndifun'ukuhlala ndingowakho Ooh sthandwa sam bambo lami why undenza so Then'undenza so oh ndifun'ukuhlala ndingowakhoooo Buyela kum' sthandwaa Ntliziyo yam'ifuna wenaa Ooh noma awundithandi ndizokuthanda Kuze kuyovalwa wena lovey waam' Time and time again nditshona Ndikhubeka andimfun' omunye ngaphandle kwakho Kodwa ngyahluleka wen'uyabaleka You dont love me like I love you baby baby Mna ndifuna wena Wen'ufunomunye... Buyela kum' sthandwaa Ntliziyo yam'ifuna wenaa Ooh noma awundithandi ndizokuthanda Kuze kuyovalwa wena lovey waam' Wen' uyangphambanisa hlal'ungphazamisa Udlala ngenhliziyo yam' Tell me what I gotta do 'Phila ngaphandle kwakho and'cingi tu Wen' uyangphambanisa hlal'ungphazamisa Udlala ngenhliziyo yam' Tell me what I gotta do 'Phila ngaphandle kwakho and'cingi
Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out